default-logo
  • Home
    • About
  • Our Portfolio
    • Meet Our Authors
  • News
  • Our Services
  • Special Services
    • eBook Creation
    • Author Support
    • Specialised Services
  • Fees
  • Get Estimate
  • FAQs
  • Contact
Get a Free Estimate!
Siphosethu Phikelela
HomeAuthorsSiphosethu Phikelela
grid button list button

I'm Siphosethu Phikelela

USiphosethu Phikelela wazalelwa eKnysna ngomnyaka ka1994. Uzalwa nguNomagrike Phikelela kwakunye noMbuleli Mbambisa. Wenze amabanga aphantsi eThembelitsha Primary School waze wenza aphezulu ePercy Mdala High. Uthe wayandisa imfundo yakhe kweleentlanzi eKapa apho athe wathweswa khona ngesidanga kwezobuntatheli eCape Peninsula University of Technology (CPUT).
Ngo2016 umbongo wakhe othi, Utywala andibuzondi wathatha indawo yokuqala kwiOpen Book Poetry Slam imenza intshinga.
Umsebenzi wakhe ukhe wavela kwiianthologies ezinjengeCoronacles, Multilingual Margins, Converse, kunye ne-Imbewu Yesini, phakathi kwezinye. Naye ke ukhe wabanodliwanondlebe kwiqela lezikhululo eziquka neCape Town Magazine, Bush radio, Sparkling Women magazine, Cape TV, kunye neRadio Zibonele. USiphosethu ukholelwa ukuba abantu kufuneka bakhululeke ekuzityandeni igila ngeelwimi abaziva bekhululekile ngazo.
Njengentatheli engummi, uye wapapasha amabali eMozulu, imiba yobulungisa kwezentlalo, kunye nobugcisa. Ngamazwi akhe, uye wathanda ukuzimanya “neentshukumo ezidibene nobuntatheli ngenjongo yokuphucula imo yentlalo.”

Sign in
Login
Lost your password?
No account yet? Create an Account
Register

A link to set a new password will be sent to your email address.

Your personal data will be used to support your experience throughout this website, to manage access to your account, and for other purposes described in our privacy policy.

Already has an account
Lost Password

Lost your password? Please enter your username or email address. You will receive a link to create a new password via email.

Already has an account
Close
All Category
Close
Shopping cart
Have no coupons here!

About

Frank Nunan is a skilled publishing facilitator, helping you bring your book ideas to life!

default-logo

Quick Links

  • About
  • Contact
  • Examples
  • FAQs
  • Offer Ts & Cs
  • Privacy Policy
Copyright © 2026 Write-On Publishing | Powered by Write-On Publishing