default-logo
  • Home
    • About
  • Our Portfolio
    • Meet Our Authors
  • News
  • Our Services
  • Special Services
    • eBook Creation
    • Author Support
    • Specialised Services
  • Fees
  • Get Estimate
  • FAQs
  • Contact
Get a Free Estimate!
Faith Mtyida-Ngandi
HomeAuthorsFaith Mtyida-Ngandi
grid button list button

I'm Faith Mtyida-Ngandi

IUgama lam ndinguFaith Buyiswa Mtyida-Ngandi. Ndizalelwe kwidolophu yaseMthatha. Ndisuka kwilali yaseSigubudwini ephantsi kwidolophu uMthatha. Amabanga am emfundo ephantsi ndiwenzele eSigubudwini J.S.S., ndafunda naseLittle Flower J.S.S., ndagqibezela e-Ixopho High School. Ndiqhubekile ndayokutsho eVarsity College ndayokwenza izifundo zam zePublic Relations. Emveni koko ndixelenge kwiinkampani ezininzi eRhawutini ndafumana ulwazi oluninzi apho, ukubalula nje ezimbalwa ndixelenge eUniversal Music (South Africa) nase TS Records ndaze ndabuyela eMpuma Koloni ndafika ndaxelenga iminyaka eyi-14 kumzi wosasazo Umhlobo Wenene FM. Ndingumthandi wolwimi lwesiXhosa, ndingumthandi wezemidlalo yeqonga, kwaye lelona phupha lam elo ukuba ndibe nomdlalo weqonga oya kuze uphume kwesi sandlana sam sisakhasayo kubhalongqangi. Ndithe ngokumane ndibhala ndaqonda ukuba mandikhe ndibhale le mibongo ukuze ndidlale eyam indima ekulondolozeni ulwimi lwethu lwesiXhosa. Ndiyathemba ukuba noko kukhona eniya kukuzuza kule mibongo. Kwiititshala neetitshalakazi zam zonke ukuqala eSigubudwini J.S.S. uMisi Gajana, Misi Zembe, Misi Silinga, Misi Mtyida, eLittle Flower uMisi Mthetho, Misi Ngcai, Misi Ziphethe, Misi Mlandu, Misi Khawuleza, noMisi Cassels iNqununu yam usisi Daniels, kwakunye nabaseXopo xa ninonke nindakhile ndangumntu bazali bam. Enkosi!

Sign in
Login
Lost your password?
No account yet? Create an Account
Register

A link to set a new password will be sent to your email address.

Your personal data will be used to support your experience throughout this website, to manage access to your account, and for other purposes described in our privacy policy.

Already has an account
Lost Password

Lost your password? Please enter your username or email address. You will receive a link to create a new password via email.

Already has an account
Close
All Category
Close
Shopping cart
Have no coupons here!

About

Frank Nunan is a skilled publishing facilitator, helping you bring your book ideas to life!

default-logo

Quick Links

  • About
  • Contact
  • Examples
  • FAQs
  • Offer Ts & Cs
  • Privacy Policy
Copyright © 2026 Write-On Publishing | Powered by Write-On Publishing