default-logo
  • Home
    • About
  • Our Portfolio
    • Meet Our Authors
  • News
  • Our Services
  • Special Services
    • eBook Creation
    • Author Support
    • Specialised Services
  • Fees
  • Get Estimate
  • FAQs
  • Contact
Get a Free Estimate!
Sivuyile Michael Qeqe
HomeAuthorsSivuyile Michael Qeqe
grid button list button

I'm Sivuyile Michael Qeqe

Mna ndinguSivuyile Michael Qeqe, ngokuzalwa ndaazalelwa kumhlaba wakwaNdlambe eSada ngomnyaka ka1984 kwinyanga kaCanzibe ngomhla we23. Ngomnyaka ka1985 umama wam uye wafumana umsebenzi eBhayi kwaze kwanyanzeleka ukuba nam ndifudukele khona. Ngomnyaka ka1990 ndiye ndafumana ukonzakala ndagilwa yimoto. Ngomnyaka ka1997 kulapho ndaqala khona ukubangumbhali. Ngomnyaka ka2011 ndakhupha incwadi yam yokuqala ethi UMTHOMBO WENGQIQO endayipapasha ngoncedo lweSebe Lezobugcisa Nezenkcubeko. Ngo2014 ndakhupha incwadi yam yesibini ethi UKWETYISA KWENGQONDO, yona ilandelwe yincwadi yesithathu ngo2018 ethi SETYISA EZAKWANTU, ze ndayelekelisa ngalo mqulu uthi UMBULALAZWE. Ngeli linge lam lesine ndizama ukubonisa abantu abakhubazekileyo ukuba nabo banako ukwenza ngcono, kwaye bangayekeleli kuba besithi ‘bakhubazekile’. Ndibulela uThixo ngokuthi andenze nam ndikwazi ukuthetha ngosiba, kwaye ndibulela nenkxaso yabantu mbombo zone zomhlaba kuba umntu ngumntu ngabantu.

Sign in
Login
Lost your password?
No account yet? Create an Account
Register

A link to set a new password will be sent to your email address.

Your personal data will be used to support your experience throughout this website, to manage access to your account, and for other purposes described in our privacy policy.

Already has an account
Lost Password

Lost your password? Please enter your username or email address. You will receive a link to create a new password via email.

Already has an account
Close
All Category
Close
Shopping cart
Have no coupons here!

About

Frank Nunan is a skilled publishing facilitator, helping you bring your book ideas to life!

default-logo

Quick Links

  • About
  • Contact
  • Examples
  • FAQs
  • Offer Ts & Cs
  • Privacy Policy
Copyright © 2026 Write-On Publishing | Powered by Write-On Publishing